Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa) (Paperback)


Emva kokuba uSipho beneetshomi zakhe bedle iimali zaseThuthukani uqesha uNtlupheko ukuze amthengisele iziyobisi koomaO.R Tambo nakwamanye amazwe jikelele. Emva kokuba ephoxe uNtlupheko usafuna ukuba amthengisele iziyobisi kwakhona. Le nto yakhe yentengiso-ziyobisi igqibela isa unyana wakhe ekufeni kwaye yaphinda kwayona yachitha umtshato kaSipho. Ke ngoku uSipho ubona kungcono u'ba azinikekele emapoliseni esakuqonda u'ba akusekho konwaba ebomini bakhe. Uthi xa sele ebonil' u'ba sel'egugile ngoku emva kokuphuma kwakhe ejele anikezele ngempilo yakhe enkosini.

R179

Or split into 4x interest-free payments of 25% on orders over R50
Learn more

Discovery Miles1790
Delivery AdviceShips in 7 - 10 working days


Toggle WishListAdd to wish list
Review this Item

Product Description

Emva kokuba uSipho beneetshomi zakhe bedle iimali zaseThuthukani uqesha uNtlupheko ukuze amthengisele iziyobisi koomaO.R Tambo nakwamanye amazwe jikelele. Emva kokuba ephoxe uNtlupheko usafuna ukuba amthengisele iziyobisi kwakhona. Le nto yakhe yentengiso-ziyobisi igqibela isa unyana wakhe ekufeni kwaye yaphinda kwayona yachitha umtshato kaSipho. Ke ngoku uSipho ubona kungcono u'ba azinikekele emapoliseni esakuqonda u'ba akusekho konwaba ebomini bakhe. Uthi xa sele ebonil' u'ba sel'egugile ngoku emva kokuphuma kwakhe ejele anikezele ngempilo yakhe enkosini.

Customer Reviews

No reviews or ratings yet - be the first to create one!

Product Details

General

Imprint

Verity Publishers

Release date

October 2020

Availability

Expected to ship within 7 - 10 working days

Authors

Dimensions

216 x 140 x 6mm (L x W x T)

Format

Paperback - Trade

Pages

114

ISBN-13

978-1-990985-02-7

Barcode

9781990985027

Categories

LSN

1-990985-02-5



Trending On Loot