Send or share

Nelson Mandela (Paperback)

Lo mntwana uya kuthiywa igama elithi nguRholihlahla,' watsho uyise mhla waqala ukubona unyana wakhe. Eli gama lithetha "ukurhola ihlahla lomthi" kodwa linako ukutolikwa njengo-"Dal'uqhushululu". Le ncwadi igocagoca ubomi bukaRholihlahla Nelson Mandela, obesakuba nguMongameli womZansti Afrika. Le ncwadi ibalisa ngokuzinikezela ngokungenaxanasi kumzabalazo olwa ucalucalulo, kwaneenzima awadibana nazo xa wayesentolongweni kwiminyaka engama-27. Intetho kaMandela xa wayephuma entolongweni ihamba yenjenje, 'Zihlobo, maqabane, bantu bonke bomZantsi Afrika. Ndinibulisa nonke egameni loxolo, inkululeko kawonke-wonke nolawulo lomntu wonke.' Inkululeko kaMandela yothetha-thethwano yakhokelela kumZantsi Afrika okhululekileyo kawonke-wonke. Wayilwela Inkululeko, le ncwadi ibalisa ngobomi beenkokeli zeli lomZantsi Afrika ezalwela inkululeko yobulungisa. Phantsi kwale ndima ibalulekileyo bayidlalayo kwimbali zomZansti Afrika, uninzi lwezi nkokeli alulibaleki kwiincwadi zeembali. Ezi ncwadi zibhalwa njengabonwabisi kwaye ulwimi lwazo kunye neenjongo zazo zicace gca okwekati emhlophe ehlungwini, kuba zigcina ubuncwane apho bufaneleka buthi gingci khona kwiimbali zeli.
R115

Pay from as little as R28.75Learn more

payflex-widget-image
Discovery Miles1150

Non-Returnable

Delivery Advice

Ships in 5 - 10 working days

Toggle WishListAdd to wish list
Review this Item

Product Description

Lo mntwana uya kuthiywa igama elithi nguRholihlahla,' watsho uyise mhla waqala ukubona unyana wakhe. Eli gama lithetha "ukurhola ihlahla lomthi" kodwa linako ukutolikwa njengo-"Dal'uqhushululu". Le ncwadi igocagoca ubomi bukaRholihlahla Nelson Mandela, obesakuba nguMongameli womZansti Afrika. Le ncwadi ibalisa ngokuzinikezela ngokungenaxanasi kumzabalazo olwa ucalucalulo, kwaneenzima awadibana nazo xa wayesentolongweni kwiminyaka engama-27. Intetho kaMandela xa wayephuma entolongweni ihamba yenjenje, 'Zihlobo, maqabane, bantu bonke bomZantsi Afrika. Ndinibulisa nonke egameni loxolo, inkululeko kawonke-wonke nolawulo lomntu wonke.' Inkululeko kaMandela yothetha-thethwano yakhokelela kumZantsi Afrika okhululekileyo kawonke-wonke. Wayilwela Inkululeko, le ncwadi ibalisa ngobomi beenkokeli zeli lomZantsi Afrika ezalwela inkululeko yobulungisa. Phantsi kwale ndima ibalulekileyo bayidlalayo kwimbali zomZansti Afrika, uninzi lwezi nkokeli alulibaleki kwiincwadi zeembali. Ezi ncwadi zibhalwa njengabonwabisi kwaye ulwimi lwazo kunye neenjongo zazo zicace gca okwekati emhlophe ehlungwini, kuba zigcina ubuncwane apho bufaneleka buthi gingci khona kwiimbali zeli.

Customer Reviews

No reviews or ratings yet - be the first to create one!

Product Details

General

Imprint

Maskew Miller Longman Pty.Ltd ,South Africa

Country of origin

South Africa

Series

Wayilwela inkululeko

Release date

July 2003

Availability

Expected to ship within 5 - 10 working days

Authors

Editors

Dimensions

210 x 135 x 4mm (L x W x T)

Format

Paperback

Pages

76

ISBN-13

978-0-636-04989-5

Barcode

9780636049895

Categories

LSN

0-636-04989-2

Trending On Loot