0
Your cart

Your cart is empty

Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts

Buy Now

Reading is Easy: Zisengozini! Iintlobo zelizwe ezisengozini: Grade 4 (Xhosa, Paperback) Loot Price: R68
Discovery Miles 680
You Save: R9 (12%)
Reading is Easy: Zisengozini! Iintlobo zelizwe ezisengozini: Grade 4 (Xhosa, Paperback):

Reading is Easy: Zisengozini! Iintlobo zelizwe ezisengozini: Grade 4 (Xhosa, Paperback)

Series: Reading is Easy

 (sign in to rate)
List price R77 Loot Price R68 Discovery Miles 680 You Save R9 (12%)

Bookmark and Share

Expected to ship within 4 - 9 working days

Kuthethwa ngezilwanyana nezityalo ezisemngciphekweni wokutshatyalaliswa ngabantu kwihlabathi jikelele ngenxa yokungakhathalelwa kwazo. Zonke izityalo ezikuloo mngcipheko zikhankanyiwe nganye nganye ukwenzela abantu bazi kakhulu ngazo. Kananjalo, nezilwanyana ezijamelene nale ntshabalalo nazo zikhankanyiwe nganye nganye ukuze zaziwe luluntu. Abantu bonke kwilizwe jikelele bayalunyukiswa ngokukhathalela izityalo nezilwanyana ezisemngciphekweni wokutshabalala nokubhanga unaphakade kwilizwe gabalala. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

General

Imprint: Heinemann Publishers (Pty) Ltd
Country of origin: South Africa
Series: Reading is Easy
Release date: December 2012
Dimensions: 200 x 126mm (L x W)
Format: Paperback
Pages: 40
ISBN-13: 978-0-7962-4586-1
Languages: Xhosa
Categories: Books > Children's & Educational > Language & literature
Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English)
Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts
Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts > General
LSN: 0-7962-4586-X
Barcode: 9780796245861

Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate? Let us know about it.

Does this product have an incorrect or missing image? Send us a new image.

Is this product missing categories? Add more categories.

Review This Product

No reviews yet - be the first to create one!

Partners